top of page

One day I was at school it was sunny day and beautifu day. It was after lunch when we finish to eat school feeding other chlid who is called Sikho he was telling me than I must not make myself high because i am poor and I tell teacher and the teacher beat him but he is not listening to the theacher.

 

I was feeling very sad but other child where laughing. but the next day I told him , didn't like that he talk yesterday but he said sorry and I for forgive him. But he likes to talkfunn things about other childrens. The day it never ends without he cant talk funny things about other children.     

          Rwayi
       26 February 2015

 Ngenye imini ndandisesi kolweni ndihleli nomnye umhlobo wam igama lakhe ngu Zintle Siyolo. Sasizo qala ibanga elinye mna naye. Ndandisoyika ukuya esikolweni ngoba asibaqhelanga abantu sizofunda nabo. Ndandisoyika kwa ukuya ngusese. Ngoba ndandisoyikabantu abaninzi ndandisiva nokuba kukho abantu aba blali ngasese.

Sancama sade saya omnye wabantwana ndandi mazi ukumbona kwam. Sathi xa sizo ngena kwathiwa maisme apho samakee nathi kuba asazinto. Kwabuzwa ukuba besifundaphi sachaza nathi ukuba besifundaphi basicel ishumi sathi thina ukuba asinayo bathi siyaxoka kodwa sasingenayo nyani kodwa bona babesithi sinayo. Bathatha ubhaka womhlobo wam ndabe mna ndingawu phethanga bam gezela nomgezela bambetha entloko wakhala umhlo wam uZintle Siyolo.

 

Sathi xa siphuma ngapha kwesikolo kwafufika abanye babe bephe izinto ezinga vumeleka ukuba mabaziphathe bangena apha esikolweni babe bephethe izinto ezibukali sathi xa siphuma sibuleka kwabekuhlatywa omnye wakwenye iklasi bamhlaba emqolo wawa wabe ekhala bamyeka babaleka abaya bamhlabileyo     

The story you share is a window for the other person.

       My own story
          by Zuzeka Duffy
 
         

Being treated as an outsider is very hurtfull we are treated as outsider in schol, library, and in the community most of the time.

 

People who treat you like an outsider are happy about what they are doing to because to them youu are fool or something like stupid.

 

But you know they are giving you more confidency in what you are doing because you know you have people who don't like you but you don't care about them and they are making you more focused.

 

And I like enemies because they make me more strong and have faith in myself. 

Mna ndabethwa zizikoli zasegugulethu zandixhuthela imali yokukhwela iphela ndandisiya emoll zange ndiphinde ndiye emoll nanamhlanje andisayi egugulethu.

 

Babecifana ndiyi gangerstar yase Europ nabaxelela ukuba andiyiyo i gangerstart emvukoko bandijonga emzimbeni ukuba andibhalwa avato no i.d.c wase Europ na.

 

Emvakoko kwahlatywa omnye waseGugulethu wasweleka  bathi abayifuni iEurop ne vato bazakusibamba nakanjanin. 

          Skhura
         

Courtney threatened ''I have to get out of this hosipital and cut out hundreds papers picture frame. I'm the president of the tri Beta Sorority, and a lot of people are depending on me. ''

 

The boy finally lets her wriggle away from him and held  herat aims length he marvelled. Starting right into your eyes.

You're crazy.

 

You're the crazy person. Go back to your ward.

 

I'm not from a ward he said starting to crack a smile, ''my name is Phoenix cates. I am a freshman at U of A I am also your orderly. My job is to make sure you stay in bed, and I'm not going to let you out of my sight.

Ngenye imini ndandilapha esikolweni ndiyochama ndithe xandizofika ndadibana namakhwenkwe amabini athi mandibaphe imali ndithe xa ndisithi andinayo baye bandi bamba gadalala uthe efika umhlobo wam sabe sele sixambulisana ngalento, kwaye ku caca ukuba bangandibetha nokundi betha xani ngaba nki lemali ndincame ndade ndabanika inhliziyo yam ingakhulu lekanga kuba babenga khange bamcele kakuhle. Eyonanto yayindi khathaza kukuba andibazi nokube bafunda eliphi ibanga kuba kalokundandifika esikolweni. Samabanga  aphezulu ngoku ndade ndabayeka ndayincama. 

          Ezile Fosi
         
  • w-facebook

© 2023 by Educational Toys. Proudly created with Wix.com

bottom of page